Hezekile 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Indoda endala, umfana nentombi enyulu nomntwana omncinane nabafazi+ nize nibabulale—nibonakalise. Kodwa nawuphi na umntu onophawu ningasondeli kuye,+ yaye nize niqale engcweleni yam.”+ Ngoko aqala ngamadoda amakhulu awayephambi kwendlu.+
6 Indoda endala, umfana nentombi enyulu nomntwana omncinane nabafazi+ nize nibabulale—nibonakalise. Kodwa nawuphi na umntu onophawu ningasondeli kuye,+ yaye nize niqale engcweleni yam.”+ Ngoko aqala ngamadoda amakhulu awayephambi kwendlu.+