IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 25:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ngaphezu koko, intloko yamafanankosi yathabatha uSeraya+ umbingeleli oyintloko noZefaniya+ umbingeleli wesibini nabagcini-mnyango abathathu;+

  • Yeremiya 25:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Kuba, ndiqala phezu kwesixeko esibizwe ngegama lam ukuzisa intlekele,+ yaye ningakhululeka na nina nangayiphi na indlela ekohlwayweni?”’+

      “‘Aniyi kukhululeka ekohlwayweni, kuba ndibiza ikrele nxamnye nabo bonke abemi bomhlaba,’ utsho uYehova wemikhosi.

  • 1 Petros 4:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngokuba lixesha lokuba umgwebo uqale ngendlu kaThixo.+ Ukuba ke uqala ngathi kuqala,+ siya kuba yintoni na isiphelo sabo bangazithobeliyo iindaba ezilungileyo zikaThixo?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share