Isaya 21:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Isibhengezo nxamnye noDuma: Kukho omemeza kum ekwaSehire, esithi:+ “Mlindi, kuthekani na ngobusuku? Mlindi, kuthekani na ngobusuku?”+ Yeremiya 25:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yaye uYehova wathumela kuni bonke abakhonzi bakhe abaprofeti, evuka ekuseni aze abathumele, kodwa aniphulaphulanga,+ ningathobanga nendlebe yenu ukuze niphulaphule,+ Hezekile 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Nyana womntu, ndikwenze umlindi kwindlu kaSirayeli,+ yaye umele uve intetho emlonyeni wam uze ke ubalumkise bona ngokusuka kum.+ Habhakuki 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ndiya kuqhubeka ndimi endaweni yam yokulinda,+ yaye ndiya kuqhubeka ndimi kudonga lokukhusela; ndihlale ndilindile,+ ukuze ndibone oko aya kukuthetha kum+ noko ndiya kukuphendula xa ndisohlwaywa.+
11 Isibhengezo nxamnye noDuma: Kukho omemeza kum ekwaSehire, esithi:+ “Mlindi, kuthekani na ngobusuku? Mlindi, kuthekani na ngobusuku?”+
4 Yaye uYehova wathumela kuni bonke abakhonzi bakhe abaprofeti, evuka ekuseni aze abathumele, kodwa aniphulaphulanga,+ ningathobanga nendlebe yenu ukuze niphulaphule,+
17 “Nyana womntu, ndikwenze umlindi kwindlu kaSirayeli,+ yaye umele uve intetho emlonyeni wam uze ke ubalumkise bona ngokusuka kum.+
2 Ndiya kuqhubeka ndimi endaweni yam yokulinda,+ yaye ndiya kuqhubeka ndimi kudonga lokukhusela; ndihlale ndilindile,+ ukuze ndibone oko aya kukuthetha kum+ noko ndiya kukuphendula xa ndisohlwaywa.+