Duteronomi 4:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Uze uyigcine imimiselo yakhe+ nemiyalelo yakhe endikuyalela yona namhlanje, ukuze kulunge kuwe+ nakoonyana bakho emva kwakho, ukuze uyandise imihla yakho emhlabeni akunika wona uYehova uThixo wakho,+ ngamaxesha onke.” Yeremiya 3:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Ngaloo mihla iya kuhamba indlu kaYuda ecaleni kwendlu kaSirayeli,+ zize ziphume kunye+ kwilizwe lasemntla ukuya kwilizwe endalinika ookhokho benu njengelifa.+
40 Uze uyigcine imimiselo yakhe+ nemiyalelo yakhe endikuyalela yona namhlanje, ukuze kulunge kuwe+ nakoonyana bakho emva kwakho, ukuze uyandise imihla yakho emhlabeni akunika wona uYehova uThixo wakho,+ ngamaxesha onke.”
18 “Ngaloo mihla iya kuhamba indlu kaYuda ecaleni kwendlu kaSirayeli,+ zize ziphume kunye+ kwilizwe lasemntla ukuya kwilizwe endalinika ookhokho benu njengelifa.+