IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 36:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 “Utsho uKoreshi ukumkani wasePersi ukuthi,+ ‘Zonke izikumkani zomhlaba uYehova uTHIXO wamazulu uzinike mna,+ yaye undimisele ukuba ndimakhele indlu eYerusalem, ekwaYuda.+ Nabani na ophakathi kwenu ebantwini bakhe bonke,+ uYehova uThixo wakhe makabe naye.+ Ngoko makanyuke.’”+

  • Ezra 1:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Nabani na ophakathi kwenu ebantwini bakhe bonke, wanga uThixo wakhe anganaye.+ Ngoko makenyuke aye eYerusalem, ekwaYuda, aze abuye akhe indlu kaYehova uTHIXO kaSirayeli—unguTHIXO oyinyaniso+—eyayiseYerusalem.+

  • Hezekile 37:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 thetha kubo uthi, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yabonani, ndithabatha induku kaYosefu, esesandleni sikaEfrayim, nezizwe zakwaSirayeli amaqabane akhe, yaye ndiza kuzibeka kuyo, oko kukuthi, induku kaYuda, kwaye ngokwenene ndiya kubenza babe yinduku enye,+ babe banye esandleni sam.”’

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share