Yeremiya 7:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Nawe ke, ungasithandazeli esi sizwana, ungaphakamisi nesikhalo sokubongoza okanye umthandazo nokubongoza kum ngenxa yaso,+ kuba ndiya kube ndingakuphulaphulanga.+ Yeremiya 11:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Wena ke, musa ukusithandazela esi sizwana, yaye musa ukusiphakamisela isikhalo sokubongoza okanye umthandazo,+ kuba ndiya kube ndingaphulaphulanga ngexesha lokumemeza kwaso kum ngokubhekisele kwintlekele yaso.+
16 “Nawe ke, ungasithandazeli esi sizwana, ungaphakamisi nesikhalo sokubongoza okanye umthandazo nokubongoza kum ngenxa yaso,+ kuba ndiya kube ndingakuphulaphulanga.+
14 “Wena ke, musa ukusithandazela esi sizwana, yaye musa ukusiphakamisela isikhalo sokubongoza okanye umthandazo,+ kuba ndiya kube ndingaphulaphulanga ngexesha lokumemeza kwaso kum ngokubhekisele kwintlekele yaso.+