Yeremiya 7:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Nawe ke, ungasithandazeli esi sizwana, ungaphakamisi nesikhalo sokubongoza okanye umthandazo nokubongoza kum ngenxa yaso,+ kuba ndiya kube ndingakuphulaphulanga.+ Yeremiya 14:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Waza uYehova wathi kum: “Musa ukusithandazela esi sizwana ukuba kusilungele.+ 1 Yohane 5:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ukuba umntu uthe wabona umzalwana wakhe esenza isono esingasingisi kufeni,+ makambongozele, yaye yena uya kumnika ubomi+ lowo wenze isono esingasingisi kufeni. Sikho ke nesono esisingisa ekufeni.+ Anditsho ukuthi makacelele sona.+
16 “Nawe ke, ungasithandazeli esi sizwana, ungaphakamisi nesikhalo sokubongoza okanye umthandazo nokubongoza kum ngenxa yaso,+ kuba ndiya kube ndingakuphulaphulanga.+
16 Ukuba umntu uthe wabona umzalwana wakhe esenza isono esingasingisi kufeni,+ makambongozele, yaye yena uya kumnika ubomi+ lowo wenze isono esingasingisi kufeni. Sikho ke nesono esisingisa ekufeni.+ Anditsho ukuthi makacelele sona.+