Yobhi 1:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Wasukuma uYobhi wasikrazula+ isambatho sakhe esingenamikhono wazicheba zonke iinwele+ zentloko yakhe wawa emhlabeni+ waqubuda+ Yeremiya 16:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngokuqinisekileyo baya kufa, abakhulu nabancinane, kweli lizwe. Abayi kungcwatywa,+ nabantu abayi kuzimbambazela ngenxa yabo, kungekho nabani na oya kuzicenta+ okanye achebe inkqayi ngenxa yabo.+ Mika 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yiba nempandla, uchebe iinwele zakho ngenxa yoonyana bakho boyolo olugqibeleleyo.+ Yenze banzi impandla yakho njengaleyo yokhozi, ngenxa yokuba bemkile kuwe basiwa ekuthinjweni.”+
20 Wasukuma uYobhi wasikrazula+ isambatho sakhe esingenamikhono wazicheba zonke iinwele+ zentloko yakhe wawa emhlabeni+ waqubuda+
6 Ngokuqinisekileyo baya kufa, abakhulu nabancinane, kweli lizwe. Abayi kungcwatywa,+ nabantu abayi kuzimbambazela ngenxa yabo, kungekho nabani na oya kuzicenta+ okanye achebe inkqayi ngenxa yabo.+
16 Yiba nempandla, uchebe iinwele zakho ngenxa yoonyana bakho boyolo olugqibeleleyo.+ Yenze banzi impandla yakho njengaleyo yokhozi, ngenxa yokuba bemkile kuwe basiwa ekuthinjweni.”+