3 “Ukususela kunyaka weshumi elinesithathu kaYosiya+ unyana ka-Amon, ukumkani wakwaYuda, kude kuse kule mini, le minyaka ingamashumi amabini anesithathu ilizwi likaYehova lifikile kum, kwaye ndahlala ndilithetha kuni, ndivuka ekuseni ndize ndithethe, kodwa aniphulaphulanga.+