11 Ngoko ke, ngenxa yokuba nitsala irhafu yomhlaba kosweleyo, nithabatha nonikelo lokudla okuziinkozo kuye;+ nakhe izindlu zamatye aqingqiweyo,+ kodwa aniyi kuqhubeka nihlala kuzo; nityale nezidiliya ezinqwenelekayo, kodwa aniyi kuqhubeka nisela wayini kuzo.+