Yeremiya 23:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Batsho kaninzi-ninzi kwabo bangenantlonelo ngam ukuthi, ‘UYehova uthethile wathi: “Niya kuba noxolo.”+ Nakuye wonke ohamba ngobulukhuni bentliziyo yakhe+ bathe, ‘Akukho ntlekele iya kunifikela.’+ Hezekile 13:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 ngenxa yokuba, ewe, ngenxa yokuba babalahlekisile abantu bam, besithi, “Kukho uxolo!” ekubeni kungekho luxolo,+ yaye kukho owakha udonga lokwahlula, kodwa kukho abo balutyabeka ngelize+ ngokuluqaba mhlophe.’+
17 Batsho kaninzi-ninzi kwabo bangenantlonelo ngam ukuthi, ‘UYehova uthethile wathi: “Niya kuba noxolo.”+ Nakuye wonke ohamba ngobulukhuni bentliziyo yakhe+ bathe, ‘Akukho ntlekele iya kunifikela.’+
10 ngenxa yokuba, ewe, ngenxa yokuba babalahlekisile abantu bam, besithi, “Kukho uxolo!” ekubeni kungekho luxolo,+ yaye kukho owakha udonga lokwahlula, kodwa kukho abo balutyabeka ngelize+ ngokuluqaba mhlophe.’+