Yeremiya 12:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba abantakwenu nendlu kayihlo bakwenzele ubuqhophololo.+ Bamemeze kakhulu emva kwakho. Musa ukukholwa kubo, ngenxa nje yokuba bethetha izinto ezilungileyo kuwe.+ Mika 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Onyanisekileyo utshabalele emhlabeni, naphakathi koluntu akukho uthe tye.+ Bonke, balalele ukuphalaza igazi.+ Bayazingela, wonk’ ubani umntakwabo, ngomnatha orhuqwayo.+
6 Kuba abantakwenu nendlu kayihlo bakwenzele ubuqhophololo.+ Bamemeze kakhulu emva kwakho. Musa ukukholwa kubo, ngenxa nje yokuba bethetha izinto ezilungileyo kuwe.+
2 Onyanisekileyo utshabalele emhlabeni, naphakathi koluntu akukho uthe tye.+ Bonke, balalele ukuphalaza igazi.+ Bayazingela, wonk’ ubani umntakwabo, ngomnatha orhuqwayo.+