IMizekeliso 26:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Nangona elenza libe mnandi ilizwi lakhe,+ musa ukumkholelwa,+ kuba kukho izinto+ ezisixhenxe ezicekisekayo entliziyweni yakhe. Yeremiya 23:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Batsho kaninzi-ninzi kwabo bangenantlonelo ngam ukuthi, ‘UYehova uthethile wathi: “Niya kuba noxolo.”+ Nakuye wonke ohamba ngobulukhuni bentliziyo yakhe+ bathe, ‘Akukho ntlekele iya kunifikela.’+
25 Nangona elenza libe mnandi ilizwi lakhe,+ musa ukumkholelwa,+ kuba kukho izinto+ ezisixhenxe ezicekisekayo entliziyweni yakhe.
17 Batsho kaninzi-ninzi kwabo bangenantlonelo ngam ukuthi, ‘UYehova uthethile wathi: “Niya kuba noxolo.”+ Nakuye wonke ohamba ngobulukhuni bentliziyo yakhe+ bathe, ‘Akukho ntlekele iya kunifikela.’+