Yeremiya 9:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Zilindeni ngamnye nxamnye neqabane lakhe,+ nize ningakholosi ngabantakwenu konke konke.+ Kuba ngokuqinisekileyo mntakwenu ngamnye uya kurhwaphiliza,+ neqabane ngalinye liya kuhamba linyelisa+
4 “Zilindeni ngamnye nxamnye neqabane lakhe,+ nize ningakholosi ngabantakwenu konke konke.+ Kuba ngokuqinisekileyo mntakwenu ngamnye uya kurhwaphiliza,+ neqabane ngalinye liya kuhamba linyelisa+