IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Amosi 3:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Ndaze nina kuphela+ kuzo zonke iintsapho zomhlaba.+ Kungenxa yoko le nto ndiya kuniphendulisa ngazo zonke iziphoso zenu.+

  • IZenzo 7:51
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 51 “Bantundini baneenkani nabangalukileyo ngeentliziyo+ neendlebe, nisoloko niwuxhathisa umoya oyingcwele; kanye njengoko ookhokho benu benjenjalo, nani nenjenjalo.+

  • Roma 2:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ulwaluko,+ enyanisweni, luyingenelo kuphela ukuba uqhelisela umthetho;+ kodwa ukuba uyanxaxha emthethweni, ulwaluko+ lwakho lukukungaluki.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share