Isaya 41:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko ingcibi yomeleza umnyibilikisi;+ lowo ugudisayo ngesando sokuhlekeza womeleza lowo ubethelela esikhandelweni, esithi ngokubhekisele kwilothe: “Kulungile.” Ekugqibeleni omnye wabethelela ngezikhonkwane ukuze ingabi nakushukuma.+ Isaya 46:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Bamthwala emagxeni,+ bamfunqule baze bambeke endaweni yakhe ukuze eme ngxi. Kuloo ndawo ami kuyo akasuki.+ Umntu udanduluka kuye, kodwa akaphenduli; akamsindisi ekubandezelekeni kwakhe.+
7 Ngoko ingcibi yomeleza umnyibilikisi;+ lowo ugudisayo ngesando sokuhlekeza womeleza lowo ubethelela esikhandelweni, esithi ngokubhekisele kwilothe: “Kulungile.” Ekugqibeleni omnye wabethelela ngezikhonkwane ukuze ingabi nakushukuma.+
7 Bamthwala emagxeni,+ bamfunqule baze bambeke endaweni yakhe ukuze eme ngxi. Kuloo ndawo ami kuyo akasuki.+ Umntu udanduluka kuye, kodwa akaphenduli; akamsindisi ekubandezelekeni kwakhe.+