Yeremiya 23:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 “Yeha ke abalusi abatshabalalisa nabachithachitha izimvu zedlelo lam!”+ utsho uYehova. Hezekile 34:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Zachithachitheka ngenxa yokuba kungekho malusi,+ kangangokuba zaba kukutya kwamarhamncwa onke asendle, zaqhubeka zichithachithwa.+
5 Zachithachitheka ngenxa yokuba kungekho malusi,+ kangangokuba zaba kukutya kwamarhamncwa onke asendle, zaqhubeka zichithachithwa.+