1 Kumkani 22:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko wathi: “Ngokuqinisekileyo ndibona onke amaSirayeli echithachithwe+ ezintabeni, njengezimvu ezingenamalusi.+ Yaye uYehova wahlabela mgama wathi: ‘Aba abanazo iinkosi. Mababuyele ngoxolo ngamnye endlwini yakhe.’”+ Yeremiya 23:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko ke utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli nxamnye nabalusi abalusa abantu bam ukuthi: “Nina nizichithachithile izimvu zam; nazisasaza, anazinikela ngqalelo.”+ “Yabonani, ndiphethulela ingqalelo yam kuni ngenxa yobubi bezenzo zenu,”+ utsho uYehova. Yeremiya 50:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Abantu bam baye bangumhlambi wezidalwa ezitshabalalayo.+ Abalusi babo bababhadulisile.+ Babaqhubele ezintabeni.+ Bahambe besuka entabeni ukuya endulini. Bayilibele indawo yabo yokuphumla.+ Mateyu 9:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Akubona izihlwele wazisizela,+ ngenxa yokuba zazihlinzekile, zilahliwe njengezimvu ezingenamalusi.+ Marko 6:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngoko, akuphuma, wabona isihlwele esikhulu, kodwa wasisizela,+ ngenxa yokuba sasinjengezimvu ezingenamalusi.+ Yaye wasifundisa izinto ezininzi.+
17 Ngoko wathi: “Ngokuqinisekileyo ndibona onke amaSirayeli echithachithwe+ ezintabeni, njengezimvu ezingenamalusi.+ Yaye uYehova wahlabela mgama wathi: ‘Aba abanazo iinkosi. Mababuyele ngoxolo ngamnye endlwini yakhe.’”+
2 Ngoko ke utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli nxamnye nabalusi abalusa abantu bam ukuthi: “Nina nizichithachithile izimvu zam; nazisasaza, anazinikela ngqalelo.”+ “Yabonani, ndiphethulela ingqalelo yam kuni ngenxa yobubi bezenzo zenu,”+ utsho uYehova.
6 Abantu bam baye bangumhlambi wezidalwa ezitshabalalayo.+ Abalusi babo bababhadulisile.+ Babaqhubele ezintabeni.+ Bahambe besuka entabeni ukuya endulini. Bayilibele indawo yabo yokuphumla.+
36 Akubona izihlwele wazisizela,+ ngenxa yokuba zazihlinzekile, zilahliwe njengezimvu ezingenamalusi.+
34 Ngoko, akuphuma, wabona isihlwele esikhulu, kodwa wasisizela,+ ngenxa yokuba sasinjengezimvu ezingenamalusi.+ Yaye wasifundisa izinto ezininzi.+