IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 10:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Kuba abalusi baziphethe ngokungenangqiqo,+ kwaye abamfunanga uYehova.+ Kungenxa yoko le nto bengenzanga ngengqiqo, yaye zonke izilwanyana zabo ezisemadlelweni zichithachithekile.”+

  • Yeremiya 50:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Abantu bam baye bangumhlambi wezidalwa ezitshabalalayo.+ Abalusi babo bababhadulisile.+ Babaqhubele ezintabeni.+ Bahambe besuka entabeni ukuya endulini. Bayilibele indawo yabo yokuphumla.+

  • Hezekile 34:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Nyana womntu, profeta ngabalusi bakwaSirayeli. Profeta, uthi kubo, kubalusi abo, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yeha abalusi bakwaSirayeli,+ abazondlayo bona ngokwabo!+ Asingomhlambi na abafanele bawondle abalusi?+

  • Zekariya 11:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 obathengi bawo bawubulalayo+ nangona bengazange bagqalwe benetyala.+ Nabo bawuthengisayo+ bathi: “Ngamana angabongwa uYehova, ngoxa ndiya kuzuza ubutyebi.”+ Nabalusi bawo ababonisi mfesane kuwo.’+

  • Mateyu 9:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Akubona izihlwele wazisizela,+ ngenxa yokuba zazihlinzekile, zilahliwe njengezimvu ezingenamalusi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share