INdumiso 9:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Abantu abangendawo+ baya kubuyela eShiyol,+Kwanazo zonke iintlanga ezimlibalayo uThixo.+ INdumiso 79:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Phalaza umsindo wakho ezintlangeni ezingakwaziyo,+Nakwizikumkani ezingabizanga egameni lakho.+ Isaya 34:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba uYehova ucaphukile nxamnye nazo zonke iintlanga,+ yaye umsindo wakhe unxamnye nomkhosi wazo wonke.+ Uya kuzitshabalalisa; azinikele ekubulaweni ngogonyamelo.+
2 Kuba uYehova ucaphukile nxamnye nazo zonke iintlanga,+ yaye umsindo wakhe unxamnye nomkhosi wazo wonke.+ Uya kuzitshabalalisa; azinikele ekubulaweni ngogonyamelo.+