Eksodus 24:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Waya uMoses, wabaxelela abantu onke amazwi kaYehova nemimiselo yonke,+ baza baphendula ngazwi-nye bonke abantu bathi: “Sikulungele ukwenza ngokwamazwi onke awathethileyo uYehova.”+ Hezekile 20:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngaloo mini ndasiphakamisa isandla sam+ ndibafungela ukuze ndibakhuphe kwilizwe laseYiputa ndibase kwilizwe endandibahlolele lona, eliqukuqela ubisi nobusi.+ Lalingumhombiso emazweni onke.+
3 Waya uMoses, wabaxelela abantu onke amazwi kaYehova nemimiselo yonke,+ baza baphendula ngazwi-nye bonke abantu bathi: “Sikulungele ukwenza ngokwamazwi onke awathethileyo uYehova.”+
6 Ngaloo mini ndasiphakamisa isandla sam+ ndibafungela ukuze ndibakhuphe kwilizwe laseYiputa ndibase kwilizwe endandibahlolele lona, eliqukuqela ubisi nobusi.+ Lalingumhombiso emazweni onke.+