IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Nehemiya 9:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 “Kwaye bona ookhokho bethu, bakhukhumala+ bayenza lukhuni intamo yabo,+ yaye abazange bayiphulaphule imiyalelo yakho.

  • Yeremiya 6:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Utsho uYehova ukuthi: “Yimani ngxi ezindleleni, nize nibone, nibuzise ngeendlela zakudala, apho ngoku, ikhoyo indlela elungileyo;+ nize nihambe kuyo,+ niyifumanele ukonwaba imiphefumlo yenu.”+ Kodwa bathi: “Asizi kuhamba.”+

  • Yeremiya 7:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Kodwa abazange bandiphulaphule, yaye abazange bayithobe indlebe yabo,+ kodwa baqhubeka beyenza lukhuni intamo yabo.+ Benza okubi ngakumbi kunookhokho babo!+

  • Hezekile 20:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “‘“Baqala ke bona ukundivukela,+ yaye abazange bavume ukundiphulaphula. Izinto ezilizothe zamehlo abo abazange bazilahle, nezithixo ezinezothe zaseYiputa abazange bazishiye,+ kangangokuba ndathembisa ukuphalazela kubo ubushushu bam, ukuze ndiwuphelelise kubo umsindo wam phakathi kwelizwe laseYiputa.+

  • Zekariya 7:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kodwa babesala ukunikela ingqalelo,+ baba neenkani,+ neendlebe zabo bazenza zathi nkqi azeva.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share