IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 33:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 UYehova waqhubeka ethetha kuManase nakubantu bakhe, kodwa abazange baphulaphule.+

  • Yeremiya 11:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kodwa abazange baphulaphule okanye bathobe indlebe yabo,+ kodwa bahamba ngamnye ngobulukhuni bentliziyo yabo embi;+ yaye ngoko ndabazisela onke amazwi alo mnqophiso endabayalela ukuba bawenze, kodwa abawenza.’”

  • Yeremiya 17:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 kodwa abaphulaphula okanye bathobe indlebe yabo,+ bayenza lukhuni intamo yabo+ ukuze bangeva nokuze bangamkeli ngqeqesho.”’+

  • Yeremiya 25:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “Ukususela kunyaka weshumi elinesithathu kaYosiya+ unyana ka-Amon, ukumkani wakwaYuda, kude kuse kule mini, le minyaka ingamashumi amabini anesithathu ilizwi likaYehova lifikile kum, kwaye ndahlala ndilithetha kuni, ndivuka ekuseni ndize ndithethe, kodwa aniphulaphulanga.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share