INdumiso 115:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Izithixo zabo ziyisilivere negolide,+Umsebenzi wezandla zomntu wasemhlabeni.+ Isaya 37:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Noothixo bawo batshiswa ngomlilo,+ ngenxa yokuba babengengabo oothixo,+ kodwa babengumsebenzi wezandla zomntu,+ umthi nelitye, babatshabalalisa ke.+ Yeremiya 16:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Umntu wasemhlabeni unokuzenzela na oothixo xa bengengabo oothixo?+ 1 Korinte 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngokuphathelele ukutyiwa+ kokutya okunikelwe kwizithixo, siyazi ukuba isithixo asinto+ ehlabathini, nokuba akukho Thixo ngaphandle nje komnye.+
19 Noothixo bawo batshiswa ngomlilo,+ ngenxa yokuba babengengabo oothixo,+ kodwa babengumsebenzi wezandla zomntu,+ umthi nelitye, babatshabalalisa ke.+
4 Ngokuphathelele ukutyiwa+ kokutya okunikelwe kwizithixo, siyazi ukuba isithixo asinto+ ehlabathini, nokuba akukho Thixo ngaphandle nje komnye.+