INdumiso 115:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Izithixo zabo ziyisilivere negolide,+Umsebenzi wezandla zomntu wasemhlabeni.+ Isaya 37:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Noothixo bawo batshiswa ngomlilo,+ ngenxa yokuba babengengabo oothixo,+ kodwa babengumsebenzi wezandla zomntu,+ umthi nelitye, babatshabalalisa ke.+ Yeremiya 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Lukhe lunanise na uhlanga ngoothixo,+ kwanabo bangengabo oothixo?+ Kodwa bona abantu bam bananise ngozuko lwam ngenxa yoko kungenakuzisa ngenelo.+ IZenzo 19:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kanjalo, niyabona yaye niyeva ukuba akukho se-Efese+ kuphela kodwa phantse kuzo zonke izithili zaseAsiya, lo Pawulos weyisela isihlwele esikhulu waza wasiphethulela kolunye uluvo, esithi abo benziwe ngezandla+ asingabo oothixo. 1 Korinte 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngokuphathelele ukutyiwa+ kokutya okunikelwe kwizithixo, siyazi ukuba isithixo asinto+ ehlabathini, nokuba akukho Thixo ngaphandle nje komnye.+ Galati 4:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Noko ke, ngokuya naningamazi uThixo,+ naningamakhoboka abo ngokwemvelo bangengabo oothixo.+
19 Noothixo bawo batshiswa ngomlilo,+ ngenxa yokuba babengengabo oothixo,+ kodwa babengumsebenzi wezandla zomntu,+ umthi nelitye, babatshabalalisa ke.+
11 Lukhe lunanise na uhlanga ngoothixo,+ kwanabo bangengabo oothixo?+ Kodwa bona abantu bam bananise ngozuko lwam ngenxa yoko kungenakuzisa ngenelo.+
26 Kanjalo, niyabona yaye niyeva ukuba akukho se-Efese+ kuphela kodwa phantse kuzo zonke izithili zaseAsiya, lo Pawulos weyisela isihlwele esikhulu waza wasiphethulela kolunye uluvo, esithi abo benziwe ngezandla+ asingabo oothixo.
4 Ngokuphathelele ukutyiwa+ kokutya okunikelwe kwizithixo, siyazi ukuba isithixo asinto+ ehlabathini, nokuba akukho Thixo ngaphandle nje komnye.+