Yeremiya 23:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Ngoko ke indlela yabo iya kuba njengeendawo ezimtyibilizi+ esithokothokweni, ezo baya kutyhalelwa kuzo baze ngokuqinisekileyo bawe.”+ “Kuba ndiya kubazisela intlekele, unyaka wokunikelwa kwabo ingqalelo,”+ utsho uYehova. Yeremiya 46:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngapha koko, amajoni ayo aqeshiweyo phakathi kwayo anjengamathole enkomo atyetyisiweyo.+ Kodwa nawo arhoxile;+ asabile xa ewonke. Akemanga.+ Kuba wona kanye umhla wentlekele yawo uwafikele, ixesha lokunikwa kwawo ingqalelo.’+ Mika 7:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Oyena ulungileyo wabo unjengekhakakhaka, oyena uthe tye kubo mbi kunothango lwameva.+ Imele ifike imini yabalindi bakho, yokunikelwa kwakho ingqalelo.+ Ngoku kuya kubakho ukuqungaqungwa kwabo.+ Luka 19:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 yaye ziya kukuntlala emhlabeni wena nabantwana bakho abangaphakathi kuwe,+ kwaye aziyi kushiya litye phezu kwelitye+ kuwe, ngenxa yokuba akuliqondanga ixesha lokuvelelwa kwakho.”+
12 “Ngoko ke indlela yabo iya kuba njengeendawo ezimtyibilizi+ esithokothokweni, ezo baya kutyhalelwa kuzo baze ngokuqinisekileyo bawe.”+ “Kuba ndiya kubazisela intlekele, unyaka wokunikelwa kwabo ingqalelo,”+ utsho uYehova.
21 Ngapha koko, amajoni ayo aqeshiweyo phakathi kwayo anjengamathole enkomo atyetyisiweyo.+ Kodwa nawo arhoxile;+ asabile xa ewonke. Akemanga.+ Kuba wona kanye umhla wentlekele yawo uwafikele, ixesha lokunikwa kwawo ingqalelo.’+
4 Oyena ulungileyo wabo unjengekhakakhaka, oyena uthe tye kubo mbi kunothango lwameva.+ Imele ifike imini yabalindi bakho, yokunikelwa kwakho ingqalelo.+ Ngoku kuya kubakho ukuqungaqungwa kwabo.+
44 yaye ziya kukuntlala emhlabeni wena nabantwana bakho abangaphakathi kuwe,+ kwaye aziyi kushiya litye phezu kwelitye+ kuwe, ngenxa yokuba akuliqondanga ixesha lokuvelelwa kwakho.”+