Levitikus 19:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “‘Uze ungahambi unyelisa phakathi kwabantu bakowenu.+ Uze ungamelani negazi ledlelane lakho.+ NdinguYehova. 2 Samuweli 19:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ngoko yena wamnyelisa+ umkhonzi wakho enkosini yam ukumkani. Kodwa inkosi yam ukumkani injengengelosi+ kaTHIXO oyinyaniso, ngoko ke yenza okulungileyo emehlweni akho. INdumiso 15:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Akanyelisanga ngolwimi lwakhe.+Kwiqabane lakhe akenzanga nto imbi,+Yaye lowo usenyongweni kuye akamngcikivanga.+ IMizekeliso 20:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ohamba njengomnyelisi utyhila igqugula;+ yaye olukuhlwa yimilebe ungabi nabudlelane naye.+ Yeremiya 6:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Bonke bangabona bantu baneenkani,+ bahambahamba njengabanyelisi+—ubhedu nentsimbi. Bonke bayonakalisa.+ Hezekile 22:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuwe bekukho nabanyelisi, ngenjongo yokuphalaza igazi;+ badlela ezintabeni kuwe.+ Baye baqhuba ihambo evakalala phakathi kwakho.+
16 “‘Uze ungahambi unyelisa phakathi kwabantu bakowenu.+ Uze ungamelani negazi ledlelane lakho.+ NdinguYehova.
27 Ngoko yena wamnyelisa+ umkhonzi wakho enkosini yam ukumkani. Kodwa inkosi yam ukumkani injengengelosi+ kaTHIXO oyinyaniso, ngoko ke yenza okulungileyo emehlweni akho.
3 Akanyelisanga ngolwimi lwakhe.+Kwiqabane lakhe akenzanga nto imbi,+Yaye lowo usenyongweni kuye akamngcikivanga.+
28 Bonke bangabona bantu baneenkani,+ bahambahamba njengabanyelisi+—ubhedu nentsimbi. Bonke bayonakalisa.+
9 Kuwe bekukho nabanyelisi, ngenjongo yokuphalaza igazi;+ badlela ezintabeni kuwe.+ Baye baqhuba ihambo evakalala phakathi kwakho.+