Yeremiya 4:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Unyuke njengengonyama iphuma entshinyeleni yayo,+ yaye lowo wonakalisa iintlanga undulukile;+ uphumile endaweni yakhe ukuze enze ilizwe lakho libe yinto ekhwankqisayo. Izixeko zakho ziya kuwa zibe ngamanxuwa, zingabi nabemi.+ Yeremiya 9:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kwaye iYerusalem ndiya kuyenza imfumba yamatye,+ isikhundla soodyakalashe;+ nezixeko zakwaYuda ndiya kuzenza inkangala ephanzileyo, zingabi nabemi.+ Zefaniya 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Ndazinqumla iintlanga; iinqaba zazo ezisezikoneni zaphanziswa. Ndaziphanzisa izitrato zazo, ukuze kungabikho bani udlulayo. Izixeko zazo zaba yinkangala, ukuze zingabi namntu, ukuze zingabi nammi.+
7 Unyuke njengengonyama iphuma entshinyeleni yayo,+ yaye lowo wonakalisa iintlanga undulukile;+ uphumile endaweni yakhe ukuze enze ilizwe lakho libe yinto ekhwankqisayo. Izixeko zakho ziya kuwa zibe ngamanxuwa, zingabi nabemi.+
11 Kwaye iYerusalem ndiya kuyenza imfumba yamatye,+ isikhundla soodyakalashe;+ nezixeko zakwaYuda ndiya kuzenza inkangala ephanzileyo, zingabi nabemi.+
6 “Ndazinqumla iintlanga; iinqaba zazo ezisezikoneni zaphanziswa. Ndaziphanzisa izitrato zazo, ukuze kungabikho bani udlulayo. Izixeko zazo zaba yinkangala, ukuze zingabi namntu, ukuze zingabi nammi.+