IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 18:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Ngako oko ilizwe aliyi kunihlanza ngenxa yokulenza inqambi kwenu njengoko beliya kuzihlanza iintlanga ezaziphambi kwenu.+

  • Isaya 37:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Khangela! Nawe ukuvile oko ookumkani baseAsiriya bakwenzayo kuwo onke amazwe ngokuwatshabalalisa,+ uya kuhlangulwa na wena?+

  • Yeremiya 25:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Yaye abo babuleweyo nguYehova ngaloo mini ngokuqinisekileyo baya kususela kwesinye isiphelo somhlaba base kwesinye isiphelo somhlaba.+ Abayi kwenzelwa sijwili, bengayi kuhlanganiswa okanye bangcwatywe.+ Baya kuba njengomgquba phezu komhlaba.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share