IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 5:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Niya kuthi ke, ‘Kungenxa yasiphi na isibakala le nto uYehova uThixo wethu enze zonke ezi zinto kuthi?’+ Uze uthi ke kubo, ‘Kanye njengoko nindishiyile naza naya kukhonza uthixo wasemzini kwilizwe lenu, ngokunjalo niya kukhonza abasemzini kwilizwe elingelolenu.’”+

  • Yeremiya 16:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “Kothi ke, xa uxelela esi sizwana onke la mazwi size okunene sithi kuwe, ‘Kungenxa yantoni na ukuze uYehova athethe kuthi yonke le ntlekele inkulu, yaye siyintoni na isiphoso sethu nesono sethu esimone ngaso uYehova uThixo wethu?’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share