IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 29:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 zothi ke zonke iintlanga, ‘Kungenxa yantoni na ukuba uYehova enjenje kweli lizwe?+ Kuyini na ukuvutha kwalo msindo mkhulu kangaka?’

  • Yeremiya 5:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Niya kuthi ke, ‘Kungenxa yasiphi na isibakala le nto uYehova uThixo wethu enze zonke ezi zinto kuthi?’+ Uze uthi ke kubo, ‘Kanye njengoko nindishiyile naza naya kukhonza uthixo wasemzini kwilizwe lenu, ngokunjalo niya kukhonza abasemzini kwilizwe elingelolenu.’”+

  • Yeremiya 13:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Naxa uya kuthi entliziyweni yakho,+‘Kutheni na ndisehlelwa zezi zinto nje?’+ ngenxa yobuninzi beziphoso zakho imibhinqo yakho ihlutyiwe;+ izithende zakho ziphethwe ngogonyamelo.

  • Yeremiya 22:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Neentlanga ezininzi okunene ziya kudlula ngakwesi sixeko zize zithi olunye kolunye: “Kungenxa yantoni na ukuba uYehova enjenje kwesi sixeko sikhulu?”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share