Duteronomi 29:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ziya kwandula ke zithi, ‘Kungokuba bawushiya umnqophiso+ kaYehova uThixo wookhokho babo, awawenza nabo ekubakhupheni kwakhe ezweni laseYiputa.+ 1 Kumkani 9:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuya kufuneka bathi, ‘Kungenxa yokuba bamshiya uYehova uThixo wabo owakhupha ookhokho babo kwilizwe laseYiputa,+ babambelela kwabanye oothixo+ baza baqubuda kubo babakhonza. Kungenxa yoko le nto uYehova eye wabazisela yonke le ntlekele.’”+ Yeremiya 2:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 “Kodwa uthi, ‘Ndihleli ndimsulwa. Ngokuqinisekileyo umsindo wakhe ubuyile kum.’+ “Yabona, ndiya kumangalelana nawe ngenxa yokuba uthi, ‘Andonanga.’+ Yeremiya 13:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Naxa uya kuthi entliziyweni yakho,+‘Kutheni na ndisehlelwa zezi zinto nje?’+ ngenxa yobuninzi beziphoso zakho imibhinqo yakho ihlutyiwe;+ izithende zakho ziphethwe ngogonyamelo. Yeremiya 16:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Kothi ke, xa uxelela esi sizwana onke la mazwi size okunene sithi kuwe, ‘Kungenxa yantoni na ukuze uYehova athethe kuthi yonke le ntlekele inkulu, yaye siyintoni na isiphoso sethu nesono sethu esimone ngaso uYehova uThixo wethu?’+
25 Ziya kwandula ke zithi, ‘Kungokuba bawushiya umnqophiso+ kaYehova uThixo wookhokho babo, awawenza nabo ekubakhupheni kwakhe ezweni laseYiputa.+
9 Kuya kufuneka bathi, ‘Kungenxa yokuba bamshiya uYehova uThixo wabo owakhupha ookhokho babo kwilizwe laseYiputa,+ babambelela kwabanye oothixo+ baza baqubuda kubo babakhonza. Kungenxa yoko le nto uYehova eye wabazisela yonke le ntlekele.’”+
35 “Kodwa uthi, ‘Ndihleli ndimsulwa. Ngokuqinisekileyo umsindo wakhe ubuyile kum.’+ “Yabona, ndiya kumangalelana nawe ngenxa yokuba uthi, ‘Andonanga.’+
22 Naxa uya kuthi entliziyweni yakho,+‘Kutheni na ndisehlelwa zezi zinto nje?’+ ngenxa yobuninzi beziphoso zakho imibhinqo yakho ihlutyiwe;+ izithende zakho ziphethwe ngogonyamelo.
10 “Kothi ke, xa uxelela esi sizwana onke la mazwi size okunene sithi kuwe, ‘Kungenxa yantoni na ukuze uYehova athethe kuthi yonke le ntlekele inkulu, yaye siyintoni na isiphoso sethu nesono sethu esimone ngaso uYehova uThixo wethu?’+