Duteronomi 29:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 isalfure netyuwa,+ nokutsha,+ ilizwe liphela lingahlwayelwa, lingahlumi nto, lingantshuli tyani, njengokubhuqwa kweSodom neGomora,+ iAdima+ neTsebhoyim,+ awazibhukuqayo uYehova ngomsindo wakhe nangengqumbo yakhe;+ Isaya 42:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ndiya kuphanzisa+ iintaba neenduli, kwaye bonke utyani bazo ndiya kubomisa. Yaye ndiza kujika imilambo ibe ziziqithi, namachibi aneengcongolo ndiya kuwomisa.+ Yeremiya 12:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuya kude kube nini na ilizwe libuna,+ notyani bonke basendle busoma?+ Ngenxa yobubi babo bahlala kulo izilo nezidalwa eziphaphazelayo zitshayelwe.+ Kuba bathe: “Akaliboni ikamva lethu.” Yoweli 1:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Hayi indlela ezincwina ngayo izilwanyana zasekhaya! Hayi indlela ebhadula ngayo imihlambi yeenkomo ididekile! Kuba ayinadlelo.+ Kanjalo, imihlambi yezimvu ithwaliswe ityala.
23 isalfure netyuwa,+ nokutsha,+ ilizwe liphela lingahlwayelwa, lingahlumi nto, lingantshuli tyani, njengokubhuqwa kweSodom neGomora,+ iAdima+ neTsebhoyim,+ awazibhukuqayo uYehova ngomsindo wakhe nangengqumbo yakhe;+
15 Ndiya kuphanzisa+ iintaba neenduli, kwaye bonke utyani bazo ndiya kubomisa. Yaye ndiza kujika imilambo ibe ziziqithi, namachibi aneengcongolo ndiya kuwomisa.+
4 Kuya kude kube nini na ilizwe libuna,+ notyani bonke basendle busoma?+ Ngenxa yobubi babo bahlala kulo izilo nezidalwa eziphaphazelayo zitshayelwe.+ Kuba bathe: “Akaliboni ikamva lethu.”
18 Hayi indlela ezincwina ngayo izilwanyana zasekhaya! Hayi indlela ebhadula ngayo imihlambi yeenkomo ididekile! Kuba ayinadlelo.+ Kanjalo, imihlambi yezimvu ithwaliswe ityala.