Yeremiya 4:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ndabona kungekho mntu wasemhlabeni, nezidalwa eziphaphazelayo zasemazulwini zazisabile zonke.+ Hoseya 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kungenxa yoko le nto eli lizwe liya kuzila+ naye wonke ummi okulo eya kuphelelwa kunye namarhamncwa asendle nezidalwa eziphaphazelayo zasemazulwini, kwaneentlanzi zaselwandle ziya kuhlanganiselwa ekufeni.+ Zefaniya 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Ndiya kuphelisa umntu wasemhlabeni nesilo.+ Ndiya kuphelisa isidalwa esiphaphazelayo samazulu neentlanzi zolwandle,+ nesikhubekiso kunye nabangendawo;+ kwaye ndiza kulunqumla uluntu phezu komhlaba,”+ utsho uYehova.
3 Kungenxa yoko le nto eli lizwe liya kuzila+ naye wonke ummi okulo eya kuphelelwa kunye namarhamncwa asendle nezidalwa eziphaphazelayo zasemazulwini, kwaneentlanzi zaselwandle ziya kuhlanganiselwa ekufeni.+
3 “Ndiya kuphelisa umntu wasemhlabeni nesilo.+ Ndiya kuphelisa isidalwa esiphaphazelayo samazulu neentlanzi zolwandle,+ nesikhubekiso kunye nabangendawo;+ kwaye ndiza kulunqumla uluntu phezu komhlaba,”+ utsho uYehova.