Yeremiya 23:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “Andibathumanga abaprofeti, kanti bona basuke babaleka. Andithethanga kubo, kanti bona basuke baprofeta.+ Yeremiya 27:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “‘Kuba andibathumanga,’ utsho uYehova, ‘kodwa baprofeta egameni lam ngobuxoki, ukuze ndinisasaze,+ yaye niya kutshabalala,+ nina nabaprofeti abaniprofetelayo.’”+
21 “Andibathumanga abaprofeti, kanti bona basuke babaleka. Andithethanga kubo, kanti bona basuke baprofeta.+
15 “‘Kuba andibathumanga,’ utsho uYehova, ‘kodwa baprofeta egameni lam ngobuxoki, ukuze ndinisasaze,+ yaye niya kutshabalala,+ nina nabaprofeti abaniprofetelayo.’”+