IZililo 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Abaprofeti bakho bakubonele izinto ezingento yanto nezinganelisiyo,+Kwaye abasityhilanga isiphoso sakho ukuze ubuye ekuthinjweni,+Kodwa bakubonela izibhengezo ezingento yanto nezilahlekisayo.+ Hezekile 12:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Akusayi kuphinda kubekho nawuphi na umbono+ ongenaxabiso nakuvumisa kumbaxa phakathi kwendlu kaSirayeli.+ Zekariya 10:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba imilonde-khaya+ ithethe okungaqhelekanga; nabo bavumisayo babone ubuxoki,+ bathetha amaphupha angenaxabiso, bathuthuzelela ilize.+ Kungenxa yoko le nto ngokuqinisekileyo beya kumka njengomhlambi;+ baya kuxhwaleka, ngenxa yokuba akukho malusi.+
14 Abaprofeti bakho bakubonele izinto ezingento yanto nezinganelisiyo,+Kwaye abasityhilanga isiphoso sakho ukuze ubuye ekuthinjweni,+Kodwa bakubonela izibhengezo ezingento yanto nezilahlekisayo.+
24 Akusayi kuphinda kubekho nawuphi na umbono+ ongenaxabiso nakuvumisa kumbaxa phakathi kwendlu kaSirayeli.+
2 Kuba imilonde-khaya+ ithethe okungaqhelekanga; nabo bavumisayo babone ubuxoki,+ bathetha amaphupha angenaxabiso, bathuthuzelela ilize.+ Kungenxa yoko le nto ngokuqinisekileyo beya kumka njengomhlambi;+ baya kuxhwaleka, ngenxa yokuba akukho malusi.+