IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 2:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ababingeleli abazange bathi, ‘Uphi na uYehova?’+ Yaye bona kanye abo baphethe umthetho babengandazi;+ abalusi banxaxhile kum,+ kwanabaprofeti baprofete ngoBhahali,+ baza balandela abo bangenakuzisa ngenelo.+

  • Yeremiya 5:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “Ziyamkhanyela uYehova, zisithi, ‘Asinguye.+ Kwaye thina asiyi kufikelwa yintlekele, kungekho krele okanye ndlala esiya kuyibona.’+

  • Yeremiya 5:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Abaprofeti okunene baprofeta ubuxoki;+ ke bona ababingeleli, bahamba besoyisa ngokwamandla abo.+ Kwaye abantu bam bathande ngaloo ndlela;+ yaye niya kwenza ntoni na ekupheleni kwako oku?”+

  • Yeremiya 23:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Utsho uYehova wemikhosi ukuthi: “Musani ukuwaphulaphula amazwi abaprofeti abaniprofetelayo.+ Banenza nibe lilize.+ Bathetha umbono wentliziyo yabo+—kungekhona okuvela emlonyeni kaYehova.+

  • Yeremiya 27:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Musani ukuwaphulaphula amazwi abaprofeti abathi kuni, ‘Aniyi kumkhonza ukumkani waseBhabhiloni,’+ ngenxa yokuba baniprofetela ubuxoki.+

  • Yeremiya 29:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kuba ‘baniprofetela ubuxoki egameni lam. Andibathumanga,’+ utsho uYehova.”’”

  • Hezekile 13:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Nyana womntu, profeta ngokuphathelele abaprofeti bakwaSirayeli abaprofetayo,+ yaye umele uthi kwabo baprofeta okusuka entliziyweni yabo,+ ‘Liveni ilizwi likaYehova.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share