2 Kumkani 16:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko uAhazi wathumela abathunywa kuTigelati-pilesere+ ukumkani waseAsiriya, esithi: “Ndingumkhonzi wakho+ nonyana wakho. Nyuka uze kundisindisa+ entendeni kakumkani waseSiriya nasentendeni kakumkani wakwaSirayeli, abandivukelayo.” Hoseya 5:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Yaye uEfrayim wasibona isifo sakhe, noYuda isilonda sakhe.+ Yaye uEfrayim waya kuAsiriya+ waza wathumela kukumkani omkhulu.+ Kodwa yena akakwazanga ukuniphilisa,+ yaye akabanga nako ukusinyanga isilonda senu.+
7 Ngoko uAhazi wathumela abathunywa kuTigelati-pilesere+ ukumkani waseAsiriya, esithi: “Ndingumkhonzi wakho+ nonyana wakho. Nyuka uze kundisindisa+ entendeni kakumkani waseSiriya nasentendeni kakumkani wakwaSirayeli, abandivukelayo.”
13 “Yaye uEfrayim wasibona isifo sakhe, noYuda isilonda sakhe.+ Yaye uEfrayim waya kuAsiriya+ waza wathumela kukumkani omkhulu.+ Kodwa yena akakwazanga ukuniphilisa,+ yaye akabanga nako ukusinyanga isilonda senu.+