Yeremiya 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yaye ndiya kuyithetha nazo imigwebo ngenxa yabo bonke ububi babo,+ ekubeni bendishiyile,+ baqhumisa imibingelelo kwabanye oothixo+ baza baqubuda kwimisebenzi yezandla zabo.’+ Yeremiya 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 ‘ngenxa yokuba kukho izinto ezimbini ezimbi abazenzileyo abantu bam: Bandishiyile mna,+ mthombo wamanzi aphilayo,+ ukuze bazimbele amaqula, amaqula aqhekekileyo, angenakuqulatha manzi.’
16 Yaye ndiya kuyithetha nazo imigwebo ngenxa yabo bonke ububi babo,+ ekubeni bendishiyile,+ baqhumisa imibingelelo kwabanye oothixo+ baza baqubuda kwimisebenzi yezandla zabo.’+
13 ‘ngenxa yokuba kukho izinto ezimbini ezimbi abazenzileyo abantu bam: Bandishiyile mna,+ mthombo wamanzi aphilayo,+ ukuze bazimbele amaqula, amaqula aqhekekileyo, angenakuqulatha manzi.’