Hezekile 8:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye amadoda angamashumi asixhenxe+ kwabakhulileyo bendlu kaSirayeli, noYahazaniya unyana kaShafan+ owayemi phakathi kwawo, ayemi phambi kwazo, nganye kuwo inesiqhumiselo esandleni sayo, kunyuka nobulawu belifu lesiqhumiso.+ Hoseya 11:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Bambiza bona.+ Kwaba kukhona yena emkayo phambi kwabo.+ Wabingelela kwimifanekiso kaBhahali,+ waza waqhumisa kwimifanekiso eqingqiweyo.+
11 Yaye amadoda angamashumi asixhenxe+ kwabakhulileyo bendlu kaSirayeli, noYahazaniya unyana kaShafan+ owayemi phakathi kwawo, ayemi phambi kwazo, nganye kuwo inesiqhumiselo esandleni sayo, kunyuka nobulawu belifu lesiqhumiso.+
2 “Bambiza bona.+ Kwaba kukhona yena emkayo phambi kwabo.+ Wabingelela kwimifanekiso kaBhahali,+ waza waqhumisa kwimifanekiso eqingqiweyo.+