Isaya 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yeha ke uhlanga olunesono,+ abantu abasindwa ziziphoso, imbewu yabenza ububi,+ oonyana abonakalisayo!+ Bamshiyile uYehova,+ bamphethe ngokungenantlonelo Lowo Ungcwele kaSirayeli,+ babuyele umva.+ Yeremiya 7:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kodwa abazange baphulaphule, bengazange bathobe nendlebe yabo,+ kodwa baqhubeka behamba ngamacebo abo ngobulukhuni bentliziyo yabo embi,+ kangangokuba baya ngasemva kungekhona ngaphambili,+
4 Yeha ke uhlanga olunesono,+ abantu abasindwa ziziphoso, imbewu yabenza ububi,+ oonyana abonakalisayo!+ Bamshiyile uYehova,+ bamphethe ngokungenantlonelo Lowo Ungcwele kaSirayeli,+ babuyele umva.+
24 Kodwa abazange baphulaphule, bengazange bathobe nendlebe yabo,+ kodwa baqhubeka behamba ngamacebo abo ngobulukhuni bentliziyo yabo embi,+ kangangokuba baya ngasemva kungekhona ngaphambili,+