IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 34:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 ewe, ndiza kubanikela esandleni seentshaba zabo nasesandleni sabo bafuna umphefumlo wabo;+ kwaye izidumbu zabo ziya kuba kukudla kwezidalwa eziphaphazelayo zamazulu nezamarhamncwa omhlaba.+

  • Hezekile 39:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 “Wena ke, nyana womntu, itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Yithi kwiintaka zonke eziphaphazelayo nakuwo onke amarhamncwa asendle:+ “Ziqokeleleni ndawonye, nize. Zihlanganiseni ndawonye macala onke kumbingelelo wam, endinibingelela wona, umbingelelo omkhulu ezintabeni zakwaSirayeli.+ Kwaye ngokuqinisekileyo niya kudla inyama nize nisele igazi.+

  • ISityhilelo 19:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ndabona nengelosi imi elangeni, yaza yadanduluka ngelizwi elikhulu yathi kuzo zonke iintaka+ eziphaphazela esazulwini sezulu: “Yizani apha, nihlanganisane ndawonye kwisidlo sangokuhlwa esikhulu sikaThixo,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share