IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 28:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Isidumbu sakho sibe kukudla kwezidalwa zonke eziphaphazelayo zasemazulwini nokwezilo zasendle, kungabikho bani uziphekuzayo.+

  • 1 Kumkani 14:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 OkaYerobhoham ofayo esixekweni, uya kudliwa zizinja;+ yaye ofela entsimini, uya kudliwa ziintaka zezulu,+ ngenxa yokuba ukuthethile oko uYehova.”’

  • INdumiso 79:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Isidumbu sabakhonzi bakho basinikele kwiintaka zamazulu njengokudla,+

      Inyama yabanyanisekileyo bakho bayinika amarhamncwa omhlaba.+

  • Yeremiya 7:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Kwaye izidumbu zesi sizwana zimele zibe kukutya kwezidalwa eziphaphazelayo zamazulu nokwamarhamncwa omhlaba, kungekho bani uwenza angcangcazele.+

  • Yeremiya 16:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 ‘Baya kufa zizifo.+ Abayi kwenzelwa sijwili,+ bengayi kungcwatywa.+ Baya kuba njengomgquba phezu komhlaba;+ baya kufikelela ekupheleni ngekrele nangendlala,+ kwaye izidumbu zabo okunene ziya kuba kukutya kwezidalwa eziphaphazelayo zamazulu nokwezilo zomhlaba.’+

  • Yeremiya 19:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Yaye ndiza kulenza liphuthe icebo lakwaYuda nelaseYerusalem kule ndawo,+ ndibenze bawe ngekrele phambi kweentshaba zabo nangesandla sabo bafuna umphefumlo wabo.+ Kwaye ndiza kunikela izidumbu zabo zibe kukutya kwezidalwa eziphaphazelayo zamazulu nezilo zomhlaba.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share