IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 18:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ngonyaka weshumi elinesine kaKumkani uHezekiya, uSenaribhe+ ukumkani waseAsiriya+ wenyuka nxamnye nazo zonke izixeko ezinqatyisiweyo zakwaYuda waza wazithimba.

  • 2 Kronike 36:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Wayitshisa indlu kaTHIXO oyinyaniso+ wadiliza iindonga+ zeYerusalem; nazo zonke iinqaba zayo zokuhlala bazitshisa ngomlilo kwaneempahla zayo ezinqwenelekayo,+ ukuze bayonakalise.+

  • Yeremiya 17:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 “‘“Kodwa ukuba anithanga nindithobele ngokuwungcwalisa umhla wesabatha nokungathwali mthwalo,+ kodwa nangena nawo ngamasango eYerusalem ngomhla wesabatha, ndowatshisa ngomlilo amasango ayo,+ kwaye ngokuqinisekileyo uya kuziqwenga iinqaba zokuhlala zaseYerusalem+ yaye awuyi kucinywa.”’”+

  • Yeremiya 34:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 xa imikhosi yamajoni yokumkani waseBhabhiloni yayisilwa neYerusalem nazo zonke izixeko zakwaYuda ezazisele,+ neLakishe+ neAzeka;+ kuba kwakusele zona, ezi zixeko zinqatyisiweyo,+ phakathi kwezixeko zakwaYuda.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share