Rute 1:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kwaye wayesithi kwabo bafazi: “Musani ukundibiza ngokuba ndinguNahomi. Ndibizeni ngokuba ndinguMara, kuba uSomandla+ wenze ukuba kube krakra kakhulu kum.+ Yobhi 9:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Akayi kundivumela ndisezele impefumlo epholileyo,+Kuba uqhubeka endingxala ngezinto ezikrakra.
20 Kwaye wayesithi kwabo bafazi: “Musani ukundibiza ngokuba ndinguNahomi. Ndibizeni ngokuba ndinguMara, kuba uSomandla+ wenze ukuba kube krakra kakhulu kum.+