Genesis 17:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kwathi xa uAbram aneminyaka engamashumi asithoba anesithoba ubudala, wabonakala uYehova kuAbram waza wathi kuye:+ “NdinguThixo uSomandla.+ Hamba phambi kwam uze ungqineke ungenasiphoso.+ Eksodus 6:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ndandidla ngokubonakala kuAbraham,+ uIsake+ noYakobi+ njengoThixo uSomandla,+ kodwa andizazisanga kubo+ ngegama lam elinguYehova.+ Isaya 46:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Khumbulani izinto zakuqala zexesha lakudala,+ ukuba ndinguLowo Ungokobuthixo+ yaye akakho omnye uThixo,+ okanye nabani na onjengam;+
17 Kwathi xa uAbram aneminyaka engamashumi asithoba anesithoba ubudala, wabonakala uYehova kuAbram waza wathi kuye:+ “NdinguThixo uSomandla.+ Hamba phambi kwam uze ungqineke ungenasiphoso.+
3 Ndandidla ngokubonakala kuAbraham,+ uIsake+ noYakobi+ njengoThixo uSomandla,+ kodwa andizazisanga kubo+ ngegama lam elinguYehova.+
9 Khumbulani izinto zakuqala zexesha lakudala,+ ukuba ndinguLowo Ungokobuthixo+ yaye akakho omnye uThixo,+ okanye nabani na onjengam;+