IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 24:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ukumkani waseYiputa akazange+ aphume kwakhona kwilizwe lakhe,+ kuba ukumkani waseBhabhiloni wayekuthabathe konke oko kwakukokukakumkani waseYiputa+ ukususela kwintlambo+ yaseYiputa ukuya kufikelela kuMlambo umEfrate.+

  • Isaya 20:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ngokuqinisekileyo baya kunkwantya baze babe neentloni ngeTiyopiya ithemba+ abebekhangele kulo nangeYiputa ubuhle bayo.+

  • IZililo 1:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ndibabizile abo bandithanda kakhulu.+ Bona bandikhohlisile.

      Esixekweni ababingeleli bam namadoda amadala akwam abhubhile,+

      Ngokuba kwakufuneka ezifunele into edliwayo ukuze ahlaziye umphefumlo wawo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share