Isaya 30:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye igwiba likaFaro limele libe sisizathu sokudana kuni,+ nokusabela emthunzini weYiputa kube ngunobangela wokuthotywa.+ Isaya 31:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Noko ke, amaYiputa ngabantu basemhlabeni,+ akangoThixo; namahashe awo yinyama,+ asingomoya. UYehova uya kusolula isandla sakhe, yaye lowo unikela uncedo uya kukhubeka,+ nalowo uncedwayo uya kuwa, kwaye kwangaxeshanye bonke baya kuphela. Yeremiya 37:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Nifanele nithi kukumkani wakwaYuda, lowo unithumele kum ukuza kubuza kum:+ “Khangela! Umkhosi wamajoni kaFaro oza kuni ngenjongo yokuninceda kuya kufuneka ubuyele elizweni lawo, eYiputa.+ Hezekile 29:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Bonke abemi baseYiputa baya kwazi ukuba ndinguYehova,+ ngenxa yokuba bona babe yingcongolo yokuxhasa indlu kaSirayeli.+
3 Yaye igwiba likaFaro limele libe sisizathu sokudana kuni,+ nokusabela emthunzini weYiputa kube ngunobangela wokuthotywa.+
3 Noko ke, amaYiputa ngabantu basemhlabeni,+ akangoThixo; namahashe awo yinyama,+ asingomoya. UYehova uya kusolula isandla sakhe, yaye lowo unikela uncedo uya kukhubeka,+ nalowo uncedwayo uya kuwa, kwaye kwangaxeshanye bonke baya kuphela.
7 “Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Nifanele nithi kukumkani wakwaYuda, lowo unithumele kum ukuza kubuza kum:+ “Khangela! Umkhosi wamajoni kaFaro oza kuni ngenjongo yokuninceda kuya kufuneka ubuyele elizweni lawo, eYiputa.+
6 Bonke abemi baseYiputa baya kwazi ukuba ndinguYehova,+ ngenxa yokuba bona babe yingcongolo yokuxhasa indlu kaSirayeli.+