IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 25:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 yabona, ndiya kuthumela kuzo zonke iintsapho zasemntla,”+ utsho uYehova, “ndithumele nakuNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni, umkhonzi wam,+ ndibazise nxamye neli lizwe+ nabemi balo nazo zonke ezi ntlanga zijikelezileyo;+ ndiza kubatshabalalisa ndize ndibenze into yokukhwankqiswa nento yokubethelwa umlozi+ neendawo eziphanzileyo ukusa kwixesha elingenammiselo.+

  • Yeremiya 25:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Yaye abo babuleweyo nguYehova ngaloo mini ngokuqinisekileyo baya kususela kwesinye isiphelo somhlaba base kwesinye isiphelo somhlaba.+ Abayi kwenzelwa sijwili, bengayi kuhlanganiswa okanye bangcwatywe.+ Baya kuba njengomgquba phezu komhlaba.’+

  • Yeremiya 51:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 “Wena uligqudu lam, njengezixhobo zemfazwe,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuzihlekeza ngawe iintlanga, ndizonakalise ngawe izikumkani.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share