-
Hezekile 21:7INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
7 Yaye ukuba kwenzekile bathi kuwe, ‘Kungenxa yantoni na uncwina nje?’+ uze uthi, ‘Kungenxa yengxelo.’+ Kuba ngokuqinisekileyo iya kuza,+ yaye zonke iintliziyo zimele zinyibilike+ nezandla zonke zimele ziwe nomoya wonke umele udakumbe namadolo onke athontsize amanzi.+ ‘Khangela! Ngokuqinisekileyo iya kuza+ ize yenzeke,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova.”
-